Sinekamva

Sinekamva Khetha ukholo lwakho

16/02/2025

Ndilichiza lokoyisa umtyholi.. ubenokuhlala ngoxolo emlilweni yakho.. olivayo izwi libawo akayi koyika okanye athandabuze.. andifuninto mntwini ndingacelinto...

21/12/2024

We more than animals... We can be trapped.. like animals but... Remember the spirit can change within a minute... Don't say u didn't think... F**k u if s**t

20/12/2024

Some people make u a competitor in their own lives... In my growth we are nothing like...

28/01/2023

"Ithi mandigoduke"
Intlonipho ekhaya indenze ndakwazi uziqoqosha.
Ndithi ndokujonga emva ndibone ubuxelegu
Ithethukuthi lonto mandibheke phambili
Kodwa isimanga ndoyiswe yitliziyo elungileyo
Ndoyise engenagcambu echola-chole nje phambikwayo

13/04/2022

Izinto zilixesha, undiva ndedwa akayongxaki, ingxaki kuzihlobanisa naye, chola kulamaqhekeza alamazwi, umoyisi licamagu lezono, lo mbono ubonwa ngabalumnkileyo.

15/10/2019

hey sinekamva kunkosuzazi sithobixhala lokungazazi sikwazise ngongabi lixegu kwelilwimi lakaxhosa uzive ngawo wonke emaxesha uthobekile unqenqe ngozingca.

Address

Gordon's Bay

Telephone

+27656483896

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Sinekamva posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share

Category